sobonana phambili mp3 download fakaza

a1dminmzan
a1dminmzan
sobonana phambili
  • Album:
  • Love and light
  • Singer:
  • Cairo Cpt
  • Release:
  • 2022

Share Now:

sobonana phambili lyricssobonana phambili

Sobonana phambili
Sodibana phambali
Sobonana phambili
Hay a’sbuyeli emuva
Sobonana phambili
Sodibana phambali
Sobonana phambili
Hay a’sbuyeli emuva
Jongisa umbombo phambili
Amehlo phezulu
Ukholo luqine
Hay a’sbuyeli emuva
Thina siphuma e Jiputa
Umhlaba ka Pharoah
Nolwandle lubomvu
Hayi a’sbuyeli emuva
Kodwa noba kukude
Siyaya
Kukude
Ooh siyaya
Kukude
Ooh siyaya
Sobonana phambili
Noba kukude
Siyaya
Kukude
Ooh siyaya
Kukude
Ooh siyaya
Sobonana phambili
Noba kukude
Siyaya
Kukude
ooh siyaya
Kukude
Ooh siyaya
Sobonana phambili
Noba kukude
Siyaya
Kukude
Ooh siyaya
Kukude
Ooh siyaya
Sobonana phambili
Bamb’ isandla sam
Ubeke ukholo phambili
Susa lonke uloyiko
Uqine ujonge phambili
Bamb’ isandla sam
Ubeke ukholo phambili
Susa lonke uloyiko
Uqine ujonge phambili
Kodwa noba kukude
Siyaya
Kukude
Ooh siyaya
Kukude
Ooh siyaya
Sobonana phambili
Noba kukude
Siyaya
Kukude
Ooh siyaya
Kukude
Ooh siyaya
Sodibana phambili
Noba kukude
Siyaya
Kukude
Ooh siyaya
Kukude
Ooh siyaya
Sobonana phambili
Noba kukude
Siyaya
Kukude
Ooh siyaya
Kukude
Ooh siyaya
Sobonana phambili
Sobonana phambili
Sodibana phambili
Sodibana phambili
Hay a’sbuyeli emuva
Sobonana phambili
Sodibana phambili
Sodibana phambili
Hay a’sbuyeli emuva