ubomi abumanga mp3 download

South African Music
South African Music
ubomi abumanga mp3 download
  • Album:
  • To the world & beyond
  • Singer:
  • Sun El Musician
  • Release:
  • 2020

Share Now:

ubomi abumanga lyricsubomi abumanga mp3 download

Bekukudala ngoko
Kuseneminqweno
Khawud’ukuwel’ibhulorho
Uze nganeno
Bekukudala ngoko
Usenaz’iinjongo
Khawud’ukuwel’ibhulorho
Uze nganeno

Sasikhule sonke
Siphuph’emazulwini
Sigcakamel’ilanga (Sigcakamel’ilanga)
Iza ndikukhumbuze
Ubom’abumanga (Manga manga manga)

Asoz’abekh’ofana nawe
Ofana nawe asoz’abekho
Asoz’abekh’ofana nawe
Ofana nawe asoz’abekho

Vul’amehl’ujonge
Noba akululanga
Nkakha zivukile
Ubom’abumanga
Izakhono zakho
Neziphiwo zakho
Azikuphelelanga
Ubom’abumanga

Sizokukhanyisela
Ibe mhloph’indlela
Lizophum’ilanga (Lizophum’ilanga)
Iza ndikukhumbuze
Ubom’abumanga

Lizophum’ilanga
Ofana nawe asoz’abekho
(Asoz’abekh’ofana nawe) Lizophum’ilanga
Ofana nawe asoz’abekho

Lizophum’ilanga
Ofana nawe asoz’abekho
(Asoz’abekh’ofana nawe) Lizophum’ilanga
Ofana nawe asoz’abekho

Noba akululanga
Ndikhumbule kuwe